houden van |
ukuthanda |
verliefd zijn |
ukuba seluthandweni |
vriend |
isithandwa (esiyindoda) |
vriendin |
isithandwa (esilibhinqa) |
Ik houd van jou! |
Ndiyakuthanda! |
Ik ook van jou! |
Ndiyakuthanda nam! |
Ik ben toch zo verliefd op jou! |
Ndikuthanda kakhulu! |
Jij bent de liefde van mijn leven! |
Usisithandwa sobomi bam! |
Met jou wil ik samen oud worden! |
Ndifuna ukuguga ndikunye nawe! |
Woorden schieten tekort om uit te drukken hoeveel ik van je houd! |
Andikwazi kuyichaza indlela endikuthanda ngayo! |
afspraakje |
umhla |
Wil je met me uitgaan? |
Ungazikhupha kunye nam? |
Ja, dat lijkt me leuk. |
Ewe, ndingathanda. |
Ik heb het erg naar mijn zin gehad vanavond. |
Bendonwabile ngokuhlwa nje |
Mag ik je telefoonnummer? |
Ndingayifumana inombolo yomnxeba wakho? |
Bel me! |
Nceda, unditsalele umxeba! |
Mag ik je kussen? |
Ndingakuncamisa? |
Ja, ga je gang |
Ewe, ungaqhubeka undincamise. |
Nu nog niet, misschien later. |
Hayi ngoku, ngelinye ixesha. |
liefdesbrief |
incwadi yothando |
kalverliefde |
uthando lwenjanana |
Valentijnsdag |
Usuku loThando |
zoen, kus |
ncamisa |
zoenen, kussen |
ukuncamisa |
tongzoen |
Ukuncamica ngolweni |
verloofd |
isithembiso-mtshato |
verloving |
uthenjisiwe ngomtshato |